Thekwana-Zahara
DOLBY 杜比全景声 下载
臻品母带 下载
臻品全景声 下载
臻品音质
HIRES Hi-Res 下载
FLAC 无损flac 百度云网盘下载
APE 无损ape 格式下载
320MP3 极高mp3 歌曲下载
128MP3 标准mp3 百度网盘下载
192OGG 较高ogg 下载
192AAC 较高aac 下载
96AAC 标准aac 百度云下载
Loading...
TXT Thekwana-Zahara 文本歌词
Thekwana - Zahara
Written by:TK Ncisa
Umunt' ongaziyo la esuka khona
Ufana nomuntu ongazi la ayakhona
Amaqhawe akwantu
Siyaziqhenya ngawo
Intak' ezulu iyandilandela
Intak' ezulu iyandilandela
Uthekwana intaka yezulu iyandilandela
Yandilandela
Uyandilandela
Ndibheke ngapha nangapha
Usemvakwami
Umama maxeka uhelen joseph
Bayandilandela bayandilandela
Bayandilandela uyandilandela
Ndival' iindlebe zami uyandisebenzela
Utata mandela uyandisebenzela
Ndival' iindlebe zami uyandisebenzela
Ubab' uLuthuli uyandisebenzela
Intak' ezulu iyandilandela
Intak' ezulu iyandilandela
Uthekwana intaka yezulu iyandilandela
Yandilandela
Uyandilandela
Intak' ezulu iyandilandela
Intak' ezulu iyandilandela
Uyandilandela
Yandilandela
Yandilandela
Ilizwe lonke ndilijikile
Ndifuna ndifun' impendulo
Ndajonga phezulu ubani lona
O nguye uthekwane
Oliver tambo
Naba nosobukwe
Naba nosteve biko
Bayandilandela
Bathi bapheth' amathamsanqa thekwane
Bapheth intsikelelo thekwane thekwane inyoni yezulu
Bayandilandela
Bathi bapheth' amathamsanqa thekwane
Uyandilandela
Intak' ezulu iyandilandela
Intak' ezulu iyandilandela
Uthekwana intaka yezulu iyandilandela
Yandilandela
Uyandilandela
Ubaba mandela
Uyandilandela
Uyandilandela
Uyandilandela
Nabotata luthuli nabo bandilandela
Basemvakwami thekwane
Bayandilandela inyoni yezulu
Madikizela mandela usemvakwami
Bayandilandela
Bayandilandela
Bayandilandela
Bayandilandela
Bayandilandela
Bayandilandela
Mama lilian ngoyi richard mahabane
Tata walter sisulu 'landela
Naba nochris Hani basemvakwami
Bayandilandela uyandilandela
Tata rolihlahla mandela yandilandela
Uyandilandela
Uyandilandela
Thekwane thekwane thekwane inyoni yezulu
Thekwana-Zahara 推荐歌曲
Loliwe专辑下载
(2011-08-30)